Kuthi angisikhihle esililo semvuyo ЁЯТЦ,
Kwas Ekuqalenii ndidibana nawe ndabona umaqondana wami ,
Ndabona intokazi enempatho,
Ndabona intokazi enothando ЁЯТЦ,
Sthandwa Sami ЁЯТЦ
Emaphupheni ami ngibona wena,
Kwi-kamva lam ndibona wena,
Kusendleleni ndibona wena,
Kuzo zonke izinto endizenzayo ndibona wena,
Kwezinye imini ndide ndizijonge espilini ndincume ndodwa Kuba ndikhumbula wena swidii lomkatakata ЁЯТЦЁЯТХ,
Sthandwa Sami ЁЯТЦ
Ndibulela uthando ondinika Lona ЁЯд▓ЁЯТЦ,
uThando lwakho ЁЯТШ lundenze ndazazi ukuba ndingubani laphinde Landi khulisa,
uThando lwakho ЁЯТШ lundenze ndaba Yindaba ЁЯзФ emadodeni ЁЯзФЁЯзФЁЯзФ,
insizwa yomxhosa ibambe ijack pot ngothando lwakho ЁЯТШЁЯТХ
swiidi lomkatakata ЁЯТЦЁЯТХ my Fohloza ЁЯТЦЁЯТШ wami ndikuthanda Nyan Nyan ЁЯТЮЁЯТХ,
I wish we could have a perfect wedding ЁЯС╕ЁЯд┤
Sthandwa Sami ЁЯТЦЁЯТХ
Written By┬а┬аikumkani ЁЯд┤┬аda poet ЁЯТЦЁЯТХ